Ndithe ndiphuma ekhaya
Ndikhaph’ inkome zakuthi
Ziye emlanjeni
Njengesqhelo
Intombi zehla zenyuka
Zona ziyotheza
Ziyotheza
Zehla zenyuka
Ndithe ndakuyi bona
Lenzwakazi
kwa mega amadolo
Ubuhle balenzwakazi
Iyo o o
Ubuhle balenzwakazi Iyo o o
Ubuhle balenzwakazi Iyo o o
Ubuhle bake
Intliziyo yam ibuhlungu
047 - Ubuhle Lyrics (ft Vusi Nova)
South-Africa Music Lyrics
Africa Music Lyrics
( If you find errors and need to make corrections, pls submit Here )